Footnote
a Oku akuthethi ukuba abo bakuchasayo baqhutywa ngokobuqu nguSathana. Kodwa uSathana unguthixo wale nkqubo yezinto, yaye ihlabathi liphela lisemandleni akhe. (2 Korinte 4:4; 1 Yohane 5:19) Ngoko sinokulindela ukuba ukuphila ngendlela ekholisa uThixo kuya kuba yinto engathandwayo nechaswayo ngabanye.