Footnote
a Izazinzulu zithi umzimba wethu uye ukwazi ukuqonda ukuba iphi imilenze neengalo zethu njengoko sikhula. Ngokomzekelo, siyakwazi ukuqhwaba izandla naxa sicimele. Omnye umntu owayenesifo sokungaqondi apho amalungu omzimba akhoyo wayengakwazi ukuma, ukuhamba, nkqu nokuhlala nkqo.