Footnote
b Eprofeta uIsaya wathetha ngamathenwa omhla wakhe, awayengenanxalenye ingako kunqulo lwakwaSirayeli. Wathi ngenxa yokuthobeka kwawo ayeza kufumana “into elunge ngakumbi kunoonyana neentombi, . . . igama ukusa kwixesha elingenammiselo.”—Isa. 56:4, 5.