Footnote
a IBhayibhile iyathetha nangabanye abantu abavuswayo abancinci nabadala, amadoda namabhinqa, amaSirayeli nabantu basemzini. Ungafunda ngabo kweyoku- 1 yooKumkani 17:17-24; 2 Kumkani 4:32-37; 13:20, 21; Mateyu 28:5-7; Luka 7:11-17; IZenzo 9:36-42; 20:7-12.