Footnote
b Xa ithetha ngento eyathethwa nguSathana, enye iBhayibhile ithi: “Njengakwisilingo sokuqala ukubakho, nesoyisa uAdam noEva . . . , kufuneka umntu azikhethele ukuba ufuna ukwenza ukuthanda kukaSathana okanye ukuthanda kukaThixo okuquka ukukhonza omnye wabo ngendlela engangqalanga. USathana uzama ukuzenza uthixo endaweni yokuphela koThixo.”