Footnote
a Unyaka olandelayo emva ko-455 B.C.E. ngunyaka we-454. Ukususela ku-1 B.C.E. ukuya ku-1 C.E. ngunyaka omnye (kwakungekho nyaka phakathi kuka-1 B.C. E no-1 C.E). U-1 C.E. ukuya ku-29 C.E. kuthatha iminyaka eyi-28. Le nto isinika iminyaka eyi-483.