Footnote
a USathana wakhokelela uEva ekukholelweni ukuba wayenokungafi konke konke enyameni. (Genesis 3:1-5) Ngoko yayingekho le mfundiso de yabe iveliswa nguye imfundiso yobuxoki yokuba abantu banomphefumlo ongafiyo ophilayo emva kokufa komzimba.—Bona IMboniselo, (yesiNgesi) kaSeptemba 15, 1957, iphepha 575.