Footnote
b IThe Catholic Encyclopedia ithi: “Eli ‘lungelo lookumkani elivela kuThixo’ (lahluke gqitha kwimfundiso yokuba lonke igunya, enokuba lelokumkani okanye leleriphabliki, livela kuThixo), alikaze lamkelwe yiCawa yamaKatolika. Ngexesha loHlaziyo labangela ukuba buchaswe ngokugqith’ emgceni ubuKatolika, ookumkani abafana noHenry VIII, noJames I, baseNgilani, bathi babenegunya elipheleleyo lokomoya nelikarhulumente.”