Footnote
a Enye yezinto ezibalaseleyo ezenziwa ngumoya kaThixo kumaKristu enkulungwane yokuqala yayikukuwathambisa njengoonyana bakaThixo bokomoya nabazalwana bakaYesu. (2 Korinte 1:21, 22) Oku kufunyanwa ngabafundi bakaKristu abali-144 000 kuphela. (ISityhilelo 14:1, 3) Namhlanje amanye amaKristu amaninzi aye enzelwa ububele bokunikwa ithemba lobomi obungunaphakade kumhlaba oyiparadisi. Nangona engathanjiswanga, nawo afumana uncedo nentuthuzelo yomoya oyingcwele kaThixo.