Footnote
c Omnye umphengululi weBhayibhile wagqabaza esithi: “Maxa wambi kuyenzeka ukuba lowo wenze ububi aphulaphule ngakumbi xa kukho abantu ababini okanye abathathu (ngokukodwa ukuba ngabantu abahlonelekayo) kunaxa emnye, ngokukodwa xa inguloo mntu anengxaki naye.”