Footnote
a Bona inqaku elithi “Imibuzo Evela Kubafundi” kwiMboniselo kaJuni 1, 1979, nekaOktobha 1, 1994. Iinkampani ezivelisa amayeza ziye zavelisa amayeza angenziwa ngegazi kodwa asenokusetyenziswa endaweni yeenxalenye zegazi ebezisetyenziswa ngaphambili.