Footnote
b Igama elithi “Slavonic,” njengoko lisetyenziswe kweli nqaku, libhekisela kulwimi lweSlavic olwasetyenziswa nguCyril noMethodius kuthumo lwabo nakumsebenzi wabo wokubhala. Bambi namhlanje basebenzisa amabinzana afana nelithi “ISlavonic Esidala” okanye “ISlavonic SeCawa Esidala.” Iingcali zeelwimi ziyavuma ukuba amaSlav ayengathethi lulwimi lunye lufanayo ngenkulungwane yethoba yeXesha Eliqhelekileyo.