Footnote
a Kuludwe lwezinto ezingama-40 ezibangela ingxaki kubomi babantu, ezabhalwa nguGqr. Thomas Holmes noRichard Rahe, ukufelwa liqabane lomtshato, uqhawulo-mtshato nokwahlukana neqabane lomtshato, zontathu ezo zikwindawo yokuqala kolo ludwe. Ukutshata kukwindawo yesixhenxe.