Footnote
c Ngamaxesha amandulo, intloko-ntsapho nganye yayimela umfazi wayo nabantwana bayo kuThixo, ide ibenzele amadini. (Genesis 8:20; 46:1; Yobhi 1:5) Noko ke, xa kwamiselwa uMthetho, uYehova wanyula amalungu angamadoda entsapho ka-Aron njengababingeleli ukuze banikele amadini. Kuyabonakala ukuba aba bavukeli bangama-250 babengafuni ukuhambisana nolu hlengahlengiso lutsha.