IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

b Nangona kukho izimvo ezahlukahlukeneyo, bambi bayichaza itempile kaDagan njengetempile kaEl. URoland de Vaux, umphengululi ongumFrentshi nonjingalwazi kwiJerusalem School of Biblical Studies, uthi uDagan—onguDagon kuBagwebi 16:23 nakweyoku-1 kaSamuweli 5:1-5—ligama likaEl. IThe Encyclopedia of Religion ithi kusenokwenzeka ukuba “uDagan wayenxulumene ngandlel’ ithile [noEl].” Kwimibhalo yeRas Shamra, uBhahali ubizwa ngokuba ngunyana kaDagan, kodwa akwaziwa ukuba ‘wayengunyana’ ngayiphi ingqiqo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share