Footnote
a Oko kwenzeka ngeminyaka yee-1960 kwakusisiqalo nje sentshutshiso ekrakra nokubulawa kwamaNgqina eMalawi nto leyo eyaqhubeka phantse iminyaka enokuba ngaphezu kwamashumi amathathu. Ukuze ufumane ingxelo epheleleyo, bona INcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowe-1999, iphepha 171-212.