Footnote
a Enye incwadi ikhankanya ukuba uYesu wathi, “nibabhaptiza . . . nibafundisa,” akatshongo ukuthi ‘nibabhaptize nize nibafundise.’ Ngoko, umyalelo othi nibabhaptiza yaye nibafundisa “awubhekiseli ngokungqalileyo . . . kwiziganeko ezibini ezilandelelanayo.” Kunoko, “ukufundisa kuyinto eqhubekayo, eyenziwa ngaphambi kobhaptizo . . . kwanasemva kobhaptizo.”