Footnote
a Nangona uSamuweli engazange abenenxaxheba ekubhalweni kwayo ithiywe ngaye kuba kwizibhalo zesiHebhere ezi ncwadi zimbini zikaSamuweli zazingumqulu omnye. USamuweli wabhala inxalenye enkulu yencwadi Yokuqala kaSamuweli.