Footnote
c Amazwi kaDavide akwiNdumiso 139:18b abonisa ukuba xa wayenokuchitha imini yonke de kube sebusuku aze alale ebala iingcamango zikaYehova, wayeya kuthi ukuvuka kwakhe kwintsasa elandelayo kube kusekho ezingakumbi asamele azibale.