Footnote a Umongo ubonisa ukuba ekuqaleni uYakobi wayecinga ngamadoda amakhulu, okanye “abafundisi” bebandla. (Yak. 3:1) Ngokuqinisekileyo la madoda amele abe ngumzekelo ekuboniseni ubulumko bobuthixo, kodwa sonke sinokufunda kwesi siluleko sikaYakobi.