Footnote
a Ngokukhawuleza nje emva kokuba unobhala evile ukuba umzalwana okanye udade webandla akulo uye kuhlala kwikhaya labalupheleyo elikomnye ummandla, bekuya kuba luncedo nokubonisa uthando ukuba azise abadala bebandla elikuloo mmandla ngokukhawuleza.