Footnote
a Cinga nje ngomsebenzi owenziwa nguMzalwan’ uGeorg Fjölnir Lindal eIceland njengoko kubaliswa kwiNcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowama-2005 iphepha 210-11, namava abakhonzi abathembekileyo abanyamezela eIreland kangangeminyaka emininzi, kungekho miphumo ibonakalayo, njengoko efumaneka kwiNcwadi Yonyaka YamaNgqina KaYehova Yowe-1988 yesiNgesi, iphepha 82-99.