Footnote c Ngaba oku kuthetha ukuba bonke abo baye bayeka ukufundisisa okanye ukunxulumana nabantu bakaYehova baye balahlwa njengabangafanelekanga ziingelosi? Akunjalo! Ukuba umntu uzimisele ukubuyela kuYehova, ukhululekile ukuba enjenjalo.—Mal. 3:7.