Footnote
a Phawula umahluko ophakathi kolu hambo nolo lwangaphambili: “UMariya wasuka . . . waza waya” kutyelela uElizabhete. (Luka 1:39) Ngelo xesha, ekubeni wayesele eganiwe kodwa engekatshati, umele ukuba akazange acele imvume kuYosefu. Emva kokuba betshatile, nguYosefu owayeququzelela uhambo lwabo, kungekhona uMariya.