Footnote a Ukuba ufunda nomntwana, esi sikhewu siyakukhumbuza ukuba unqumame uze ukhuthaze umntwana ukuba agqabaze.