Footnote
a Ingxelo ibonisa ukuba abantu ababenoMbathalala babemalunga nama-20 ukusa kuma-50 ekhulwini. Kubantu ababenalo mkhuhlane bamalunga nesi-1 ukusa kwi-10 ekhulwini abantu abafayo. Nakuba iEbola isisifo esingaxhaphakanga, xa sithe sahlasela, kubantu ababa naso kufa abamalunga nama-90 ekhulwini.