Footnote
b Kulo mzekeliso, ukulima akufanekiseli umsebenzi wokushumayela nowokwenza abafundi abaya kufundiswa baze babe ngamaKristu athanjisiweyo. Xa wayethetha ngembewu entle ehlwayelwe emasimini, uYesu wathi: “Ngoonyana bobukumkani,” akazange athi iya kuba ngoonyana bobukumkani. Ukuhlwayela kubhekisela ekuthanjisweni kwaba nyana boBukumkani kwintsimi elihlabathi.