Footnote
a Elinye iqhawe lathi ngonko kwenzeka eGordium,elikomkhulu lasePhrygia, inqwelo yomkhosi erhuqwa ngamahashe yabotshelelwa nkqi esibondeni ngeqhina eliphinyeleneyo, elalinokukhululwa kuphela ngulowo owayezakuba ligorha laseAsiya kwixesha elizayo.