Footnote
b Ukumkani wawanika usuku lwesibini amaYuda ukuze agqibezele ukubulala iintshaba zawo. (Estere 9:12-14) Ukuza kuthi ga namhlanje, amaYuda asalubhiyozela olo loyiso nyaka ngamnye ngenyanga ka-Adar, engqamana nokuphela kukaFebruwari nokuqala kukaMatshi. Lo msitho ubizwa ngokuba yiPurim, owathiywa ngamaqashiso enziwa nguHaman ukuze atshabalalise uSirayeli.