Footnote
a AmaNgqina kaYehova apapasha iincwadi eziliqela neencwadana ezinemifanekiso ezinokukunceda xa uphanda iBhayibhile. Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi, qhagamshelana namaNgqina kaYehova kwindawo ohlala kuyo okanye ubhalele abapapashi beli phephancwadi.