Footnote
a Abaphenduli abaninzi bayavuma ukuba phantsi koMthetho, isaphuli-mthetho sasibulawa ngaphambi kokuxhonywa komzimba waso esibondeni. Noko ke, kukho ubungqina bokuba ngenkulungwane yokuqala, ezinye izaphuli-mthetho zazixhonywa ziphila ngamaYuda zize zifele esibondeni.