Footnote
a Abanye bacinga ukuba uThixo wazenza azabi namandla ezi zilwanyana okanye zatyhafa, loo nto yazinceda azafuna kutya kuninzi ukuze zihlale ziphila. Enoba wayenza loo nto okanye akunjalo, wasigcina isithembiso sakhe sokuqinisekisa ukuba bonke abo bangaphakathi bakhuselekile.