Footnote
a Iingcamango zabantu ngokuvela kweelwimi zixhasa imbono yokuba abantu baphuma kwizidalwa ezifana nemfene. Zifundele oku kwiphepha 27-29 le ncwadana enemifanekiso yesiNgesi ethi The Origin of LifeāFive Questions Worth Asking, epapashwe ngamaNgqina kaYehova.