IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a Njengokuba sifunda kwiZenzo 20:29, 30 uPawulos wabonisa ukuba ngaphakathi kwibandla lamaKristu kwakuza “kusuka amadoda aze athethe izinto ezijijekileyo ukuze abatsale abafundi emva kwawo.” Imbali ibonisa phandle ukuba ethubeni kwavela amahlelo abefundisi alawula amarhamente. Ngenkulungwane yesithathu, “umchasi-mthetho” wayesele ebonakala ukuba liqela labefundisi beNgqobhoko.—Funda iMboniselo, kaFebruwari 1, 1990, iphepha 10-14.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share