Footnote
a Izigqibo ezenziwa ziintsapho zinokuxhomekeka kwindawo ezihlala kuyo. Kwezinye iindawo, iqhelekile yaye yeyona ithandwayo into yokuba intsapho ihlale ndawonye okanye ibe kufutshane, ukuqala kwabalupheleyo ukusa kubazukulwana.