Footnote a Emva kokuba kuthethwe ngoYosefu kwisiganeko saxa uYesu wayeneminyaka eyi-12 ubudala, akuphindi kuthethwe ngaye kwiincwadi zeVangeli. Kodwa kuye kuthethwe ngonina kaYesu nabantwana bakowabo. UYesu ubizwa ngokuba ‘ngunyana kaMariya’ ibe akuthethwa ngoYosefu.—Marko 6:3.