Footnote
c Abo baza kuvuselwa emhlabeni baza kuba nethemba lokufumana ubomi obungunaphakade, kungekhona obokungafi. Ukuze ufunde okungakumbi ngomahluko phakathi kobomi bokungafi nobomi obungunaphakade, funda IMboniselo ka-Aprili 1, 1984, iphepha 30.