Footnote
a Uhlobo lwesigulo sengqondo anaso uJairo kuthiwa yicerebral palsy (CP), ibe senza umzimba ungakwazi ukusebenza. Esi sigulo sinokumxhuzulisa umntu, simenze angatyi kakuhle aze angakwazi nokuthetha. Ispastic quadriplegia lolona hlobo luyingozi lwesi sigulo; kuba sinokubangela ukuba iingalo nemilenze iqine nentamo ibe tyokololo.