Footnote
a Kweli nqaku, siza kusebenzisa igama elithi “iimbacu” ukuchaza abo baye banyanzeleka ukuba bashiye amakhaya abo—enoba bashiye ilizwe labo okanye basekumazwe abo—ngenxa yemfazwe, intshutshiso, okanye iintlekele. Ngokutsho kweUNHCR (United Nations High Commissioner for Refugees), namhlanje “umntu omnye kwabayi-113” emhlabeni wonke uye “wanyanzelwa ashiye ikhaya lakhe.”