IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a UmKristu usenokugqiba ekubeni abe nawo umpu (enoba mkhulu okanye mncinane) ukuze azingele izilwanyana aze azitye okanye ukuze azikhusele kwizilwanyana zasendle. Kodwa ke, xa ungasetyenziswa, ufanele ukhutshwe iimbumbulu, mhlawumbi ude ukhululwe uze uhlale ungadityaniswanga kwaye utshixelwe. Xa umthetho ungabavumeli abantu ukuba babe nemipu, kukho imiqathango okanye kukho nawuphi na omnye umthetho olawula imipu, umKristu umele athobele umthetho.​—Roma 13:1.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share