IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a Abantu abaninzi abayiqapheli into yokuba amazwi akuYohane 7:53–8:11 ongezelezwa ngabantu ibe awaphefumlelwanga. Ngenxa yala mazwi, abanye bathi ngumntu ongenasono kuphela onelungelo lokufumanisa umntu okrexezileyo enetyala. Kodwa uThixo wabekela amaSirayeli lo mthetho: “Xa indoda ithe yafunyanwa ilele umkamntu, bamele bafe bobabini, loo ndoda ilele naloo mfazi, nomfazi lowo.”—Dut. 22:22.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share