Footnote
a Abanye abadlezana baye bazive bephantsi, kwaye babe nomvandedwa ngenxa yokuba bengaluthandi usana. Kodwa ke abafanelanga bazibeke ityala ngale nto. Ngokutsho kwe-U.S. National Institute of Mental Health, le nto “kusenokwenzeka ukuba ibangelwa kukugula neengxaki zomphefumlo . . . kodwa ayibangelwa yinto eyenziwa okanye engenziwa ngumdlezana.” Ukuba ufuna inkcazelo engakumbi ngalo mba, jonga inqaku elithi “Ndakwazi Ukumelana Nokudandatheka Kwasemva Kokubeleka” kuVukani! ka-Agasti 8, 2002.