Footnote
a Igama elithi “bazalwana” linokuquka noodadewethu abasebandleni. Kwincwadi eya kwabaseRoma uPawulos wathi, “bazalwana,” kodwa kucacile ukuba weyebhalela noodade kuba abanye ubabiza ngamagama. (Roma 16:3, 6, 12) Kwakudala iMboniselo xa ithetha ngamaKristu yayisithi ‘bazalwana noodade.’