Footnote
a Emva kokuba ekhululwe entolongweni, uYosefu wavuma ukuba uYehova umthuthuzele kwiintlungu zakhe ngokumnika unyana. Igama lalo nyana yayinguManase kuba wayesithi: “UThixo undenze ndazilibala zonke iinkathazo zam.”—Gen. 41:51.