Footnote
a Inyaniso kukuba akakho umntu ekunokuthiwa yonke into ayicingayo isuka kuye. Enoba umntu ugqiba ngombandela obalulekileyo njengokuba ubomi baqala njani okanye uza kunxiba ntoni, abanye abantu badla ngokuba nefuthe kweso sigqibo.