IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a UProfesa C. Marvin Pate wabhala esithi abaphengululi abaninzi bakholelwa ukuba xa uYesu wayesithi “namhlanje”, wayethetha ukuba uza kufa aze aye eParadesi kwangala mini, okanye zingekapheli iiyure eziyi-24. Lo profesa wongeza ngelithi, le nto ithethwa ngaba baphengululi ayidibani nezinye izibhalo. Ngokomzekelo, iBhayibhile ithi uYesu waya engcwabeni emva kokuba efile, waza emva koko waya ezulwini.​—Mat. 12:40; IZe. 2:31; Roma 10:7.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share