Footnote
a Xa uYesu wayelapha emhlabeni, uYehova wathetha esezulwini kathathu. Ngenye imini, uYehova wathi kubafundi bakaKristu mabamamele uNyana wakhe. Namhlanje, uYehova uthetha nathi esebenzisa iLizwi lakhe iBhayibhile, elinezinto ezazifundiswa nguYesu nangentlangano yakhe. Eli nqaku liza kuthetha ngendlela ekusinceda ngayo ukumamela uYehova noYesu.