Footnote
a USathana needemon zakhe baqhatha abantu ngento eyenzekayo xa umntu eswelekile. Obu buxoki buye babangela abantu ukuba benze amasiko angafunwayo nguThixo. Eli nqaku liza kukunceda uhlale uthembekile kuYehova xa abanye abantu bezama ukukunyanzela ukuba wenze la masiko.