IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

c Abadala abababekeli imithetho abazalwana noodade ngezinto abamele bazonwabise ngazo. Endaweni yoko, mKristu ngamnye umele asebenzise isazela sakhe esiqeqeshwe yiBhayibhile xa ekhetha into aza kuyifunda, aza kuyibukela naza kuyidlala. Intloko-ntsapho elumkileyo iyaqinisekisa ukuba kwanto abaza kuzonwabisa ngayo entsatsheni ayiphikisani nemigaqo yeBhayibhile.—Funda inqaku elikujw.org/xh elithi “Ngaba Niyakwalelwa Ukubukela Iimovie, Ukufunda Iincwadi Okanye Ukumamela Umculo Othile?” Yiya kwindawo ethi INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI > IMIBUZO ABANTU ABAQHELE UKUYIBUZA NGAMANGQINA KAYEHOVA.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share