Footnote
a Ngoku kufuneka sibathande ngakumbi kunakuqala abazalwana bethu. Ileta eyabhalelwa amaKristu aseFilipi isinceda sibone ukuba sinokwenza njani ukuze sibathande ngakumbi, naxa kungekho lula ukuyenza loo nto.